SLIP Izibonelo Zemigomo

SLIP. INKCAZELO NGOMVUZO WAKHO KUFU- NEKA IQUKE OKU KULANDELAYO: Inqanaba lomvuzoIngxowamali yeUIFInombolo yenkampani• Izinto ezitsalwayo, kuquka imaliyeUIF• Imali esala emva kwetsaliweyo• Iiyure zesiqhelo• Iyure ezinde kunesiqhelo• Iiyure ezisetyenzwe ngeCaweokanye ngeholide kawonkewonke• Intlawulo yawo nawuphiumsebenzi othe wawenzaUBUSAZI?Isiliphu somvuzo siqulethe iinkcukacha ezibalulekileyo onokuzisebenzisa ukujonga umvuzo wakho, iirhafu kunye nemali etsalwayo. Iibhanki, iivenkile kunye namasebe karhulumente nazo zifuna iinkcukacha ezikwisiliphu som- vuzo wakho umzekelo (xa uvula i-akhawunti entsha). Gcina iziliphu zomvuzo wakho zikhuselekile kwifayile KWEZOLIMO | Isikhokelo esikhawulezileyo sabasebenzi kwezolimoImali ezitsalwayo zizixamali umqeshi wakho azitsala kumvuzo wakho ngaphambi kokuba uhlawulwe. Kukho izizathu ezi-2 ezigunyazisa umqeshi wakho ukuba atsale imali emvuzweni wakho • Ukuba kuyimfuneko ngokomthetho, umz. i-UIF, uxolelwaniso, umonakalo - umyalelo wenkundla;