IMALI ETSALWAYO YENDLU Izibonelo Zemigomo

IMALI ETSALWAYO YENDLU. Yifunde kunye ne-Basic Conditions of Em- ployment ActUkuba uhlala kwindlu oyinikwe ng- umqeshi wakho, umfama uvumele- kile ukuba atsale i-10% kumvuzo wakho OKANYE angakucela ukuba uhlawule irente, KODWA kuphela ukuba indlu inoku kulandelayo: