Izikhalazo nembambano Izibonelo Zemigomo

Izikhalazo nembambano. Xa kunokwenzeka ufune ukubuzisa ngento, ube nesikhalazo okanye imbambano, nceda uqhagamshelane nomNxeba wokuNonophelwa kwabaXhasi bakwa-Direct Axis, bona baza kuzama kangangoko ukuyisombulula imbambano okanye isikhalazo..Xa abakwa-Direct Axis bengenakho ukusisombulula isikhalazo sakho okanye ingxwaba-ngxwaba okuyo, unalo nelungelo lokucela uncedo kuNozakuzaku ongummeli wabakhalazayo oyiBanking Ombudsman, kwi-National Credit Regulator okanye, xa isala ukukunceda iNational Credit Regulator, lo mbandela ungawugqithisela eNkundleni yamatyala.Iinkcukacha zokuqhagamshelana nabezikhalazo nembambano zimi ngolu hlobo:• Direct Axis yokuNonophelwa kwabaXumi / / iSebe loThotyelo: ifowuni: 021 764 3526 okanye le imeyile: sanlamccd@directaxis.co.za• I-Banking Ombudsman: ifowuni: 0860 800 900 okanye imeyile: info@obssa.co.za• I-National Credit Regulator: ifowuni: 0860 627 627 okanye imeyile: info@ncr.org.za• I-National Consumer Tribunal: ifowuni: 012 663 5615 okanye imeyile: Registry@thenct.org.za