Isatifikethi semali efunekayo Izibonelo Zemigomo

Isatifikethi semali efunekayo. Singakufumanela isatifikethi komnye wabaphathi bethu, onesikhundla ekungekho mfuneko yokuba sinike ubungqina ngaso, esibonia imali ekufuneka thina siyifumane nendlela ethe yabalwa ngayo le mali.Ngaphandle kokuba wena akuwumelani nobungakanani besixa-mali eso yaye unakho ukuyanelisa inkundla ngokuba imali ekwisatifikethi ayingomlinganiselo uchanekileyo, kuvunyelwene ukuba singathatha nasiphi na isigwebo okane umyalelo esinelungelo lawo kweengongoma eziqulathiweyo kwisatifikethi, okanye isixa-mali esinjalo njengoko inkundla inokufumanisa ukuba unetyala laso.