Iikhrayitheriya zokuqeshwa kwabamakishi Izibonelo Zemigomo

Iikhrayitheriya zokuqeshwa kwabamakishi. Abenzi-sicelo mababe namava eminyaka emibini yokufundisa eso sifundo sichaphazelekayo kwinqanaba leBakala 12. Kukwafuneka nokuba babe bakhe basifundisa isifundo eso ubuncinane iminyaka emibini kule ilandelayo: 2013, 2014, 2015, 2016 no-2017. Kuya kukhethwa kuqala ootitshala abafundisa njengangoku i-CAPS kubaviwa beBakala 12.