Ezinye iindlela zokwamkelweyo neziQinisekiso Izibonelo Zemigomo

Ezinye iindlela zokwamkelweyo neziQinisekiso. Bonke abafaki-zicelo abaphumeleleyo baza kunikwa iNtelekelelo yamaXabiso njengoko kufunwa nguMthetho, ngelo xesha zone iinkcukacha zezimali, kudibene nomlinganiselo wenzala nenye intlawulo efunekayo kwesicelo osifakileyo, uza kuchzelwa ngezo zinto zonke.Ukuba uthe ngelinye ixesha wafuna enye imali-mboleko njengotshintsho lwe
Ezinye iindlela zokwamkelweyo neziQinisekiso. Bonke abafaki-zicelo abaphumeleleyo baza kunikwa iNtelekelelo yamaXabiso njengoko kufunwa nguMthetho, ngelo xesha zone iinkcukacha zezimali, kudibene nomlinganiselo wenzala nenye intlawulo efunekayo kwesicelo osifakileyo, uza kuchzelwa ngezo zinto zonke.Ukuba uthe ngelinye ixesha wafuna enye imali-mboleko njengotshintsho lweSivumelwano, uza kunikwa enye iintelekelelo yamaxabiso ebonakalisa iinkcukacha ezitshintshiweyo ezibangela ukutshintsha kwemali-mboleko, ixesha lokuhlawula okanye inzala. INtelekelelo yamaXabiso ithathwa njengesebenzayo ixesha eliziintsuku ezi-5 zokusebenza, ngelo xesha naluphi na uxwebhu olufunekayo kufuneka uluzise kuthi. Imali-mboleko uza kuyinikwa kuphela xa siwafumene onke amaxwebhu afunekayo kuwe.